Konakelephi
Ingaba konakelephi na nkosi?
Kutheni nje siphila kabuhlungu?
Ingaba sophumla mhla sifike kuwe ?
Kanti wadala iindlavini zabantu
Hayi ngokuba ndibadele ngumsindo
Kwaye nentlungu andala lamazwi
Ngoba zingcuka ezabhethe ufele lwegusha
Abantu abaphila ngokuhlukumezana
Abantu abaphila ngokudlwengulana
Abantu abaphila ngoku bulalana
Hayi ndiyabona ilizwe lethu liyatshabalala
Andiyazi noba mhlawumbi ndiyaxoka
Ubonanje amadoda abetha obafazi
Otata bona badlwengula abantwana
Amadoda amadala aleqeka emva kwabantwana abancinci
Intsapho zethu ziyathakathana
Ubonanje nobulungisa abusekho
Ndithi ubomi buyintlekisa
Akhonto ilungayo abantu sebenikezele
Ingaba biyintando yakho nalena
Ukuba ilizwe litshabalale ngoluhlobo
Mhlambi ndim ophazamayo andazi
Xa ndisithi ubomi bunzima manyani
Silala ngazo sivuke ngazo sizosule
Kubengathi akwenzekanga nto
Kodwa ithemba alilahlwa bantase
Noba sekunzima kangakanani
Nkulunkulu besicela ubenathi
Ume nathi nangelixesha
Nawurhabula ningafinci apho
About this poem
It's a Xhosa poem I just wrote it is about the life we are living now the pain we are experiencing now
Font size:
Written on December 19, 2022
Submitted by liphelomagaba089 on December 19, 2022
Modified on March 05, 2023
- 37 sec read
- 0 Views
Quick analysis:
Scheme | ABCDDCEFFF GBAFAFXAG FXAFGDAFXE X |
---|---|
Closest metre | Iambic hexameter |
Characters | 985 |
Words | 126 |
Stanzas | 4 |
Stanza Lengths | 10, 9, 10, 1 |
Translation
Find a translation for this poem in other languages:
Select another language:
- - Select -
- 简体中文 (Chinese - Simplified)
- 繁體中文 (Chinese - Traditional)
- Español (Spanish)
- Esperanto (Esperanto)
- 日本語 (Japanese)
- Português (Portuguese)
- Deutsch (German)
- العربية (Arabic)
- Français (French)
- Русский (Russian)
- ಕನ್ನಡ (Kannada)
- 한국어 (Korean)
- עברית (Hebrew)
- Gaeilge (Irish)
- Українська (Ukrainian)
- اردو (Urdu)
- Magyar (Hungarian)
- मानक हिन्दी (Hindi)
- Indonesia (Indonesian)
- Italiano (Italian)
- தமிழ் (Tamil)
- Türkçe (Turkish)
- తెలుగు (Telugu)
- ภาษาไทย (Thai)
- Tiếng Việt (Vietnamese)
- Čeština (Czech)
- Polski (Polish)
- Bahasa Indonesia (Indonesian)
- Românește (Romanian)
- Nederlands (Dutch)
- Ελληνικά (Greek)
- Latinum (Latin)
- Svenska (Swedish)
- Dansk (Danish)
- Suomi (Finnish)
- فارسی (Persian)
- ייִדיש (Yiddish)
- հայերեն (Armenian)
- Norsk (Norwegian)
- English (English)
Citation
Use the citation below to add this poem to your bibliography:
Style:MLAChicagoAPA
"Konakelephi" Poetry.com. STANDS4 LLC, 2024. Web. 30 Apr. 2024. <https://www.poetry.com/poem/147964/konakelephi>.
Discuss the poem Konakelephi with the community...
Report Comment
We're doing our best to make sure our content is useful, accurate and safe.
If by any chance you spot an inappropriate comment while navigating through our website please use this form to let us know, and we'll take care of it shortly.
Attachment
You need to be logged in to favorite.
Log In